UTyla Laura Seethal, owaziwa ngegama lakhe njengoTyla,(30 EyoMqungu 2002) ngumculi nombhali weengoma waseMzantsi Afrika. Uhlobo lwakhe lomculo luphawulwa kukudibana kwe -pop kunye ne -amapiano, kunye neempapasho ezininzi ezimbiza ngokuba yi " Queen of Popiano.