UNomfundo Ngcobo (owazalwa ngo-2000), owaziwa njengoNomfundoh Moh yimvumi yaseMzantsi Afrika edumileyo ngokucula kamnandi , unelizwi lengilosi. Uzalelwe wakhulela eNdwendwe, KwaZulu-Natal, umsebenzi wakhe waqala eneminyaka eyi-16 ngo-2016.